Bongeziwe Mabandla ndikhale Lyrics
(Ngaba yinyani na)
(Undilibele)
(Kudala ndihleli)
(Ndihlel’emlindweni)
(Ngaba yinyani na)
(Undilibele)
(Kudala ndihleli)
(Ndihlel’emlindweni)
(Ngaba yinyani na)
(Undilibele)
(Kudala ndihleli)
(Ndihlel’emlindweni)
Ngaba yinyani na
Undilibele
Kudala ndihleli
(Kudala ndihleli)
Ndihlel’emlindweni
(Ndihlel’emlindweni)
Xa undibhanxa
(Xa undibhanxa)
Uhlekisa ngami
(Uhlekisa ngami)
Kumele ndivume
(Kumele ndivume)
Andiyonto mna
(Andiyinto mna)
Ngaske ndikhale, ndikhale
Ndikhale ndingaze ndiyeke
Ngaske ndilile, ndilile
Ndilile ndingaze ndiyeke
Ngaba yinyani na
(Ngaba nyani na)
Undilibele
(Undilibele)
Kudala ndihleli
(Kudala ndihleli)
(Zumxelele)
Ndihlel’emlindweni
(Ndihlel’emlindweni)
(Zumxelele)
Ngaba nyani na
(Zumxelele)
(Zumxelele)
Undilibele
(Bendilapha)
Kudala ndihleli
(Bendilapha)
Ndihlel’emlindweni
Walil’umntwanana
Elilel’unina wakhe
Wamthatha wambek’ esifubeni sakhe
Wathi thula sana lwam
Wathi thula sana lwam
Walil’umntwanana
Elilel’unina wakhe
Wamthatha wambek’ esifubeni sakhe
Wathi thula sana lwam
Wathi thula sana lwam