DJ Sliqe – Kutsa Lyrics

DJ Sliqe Kutsa Lyrics (feat. Yanga Chief, MaWhoo, 2woshort & Makwa)

I’m from the east to the North West south
Kutsa Kutsa Kutsa Kutsa
Everybody shona phantsi
Khawu zobloma nam ekasi
Khawu zohlanganisa ikhanda nomnikazi
I’m from the east to the North West south
Kutsa Kutsa Kutsa Kutsa
Everybody shona phantsi
Khawu zobloma nam ekasi
Khawu zohlanganisa ikhanda nomnikazi
Basopa jo!
Basopa jo!
Yabona ndibophe no4
Yabona ndishaye nomthandazo
Sipheth amadragon
Khawuzobona bandithandani
Yabona ndibophe no4
Yabona ndishaye nomthandazo
Sipheth amadragon
Khawuzobona bandithandani

Awu sukoyika sukoyika sukoyika
Awu Tyibilika awu Tyibilika
Awu sukoyika sukoyika
Awu Tyibilika awu Tyibilika
Awu sukoyika sukoyika sukoyika
Awu Tyibilika awu Tyibilika
Awu sukoyika sukoyika
Awu Tyibilika awu Tyibilika
Awuyiqale phantsi
Kumnandi kumnandi
Just wanna party
Kumnandi kumnandi
As’shone phantsi
Kumnandi kumnandi
Sweet nje ngo cansi
Kumnandi kumnandi
Kumnandee

Ye ngithi shona phantsi one time
Mtwana kithi for imali
Ye ngithi ngi phuma eMakasana
Beng’ ngazi ngi zoba la
Bazali bami bathi sana thandaza
umkhululeko, wa Spaana ba khala bheka manje Ngiya hamba
Sengiya khawatha
Sitha fakaza, mama uNgasa khali
Sebenzi mali
Ngiphete ezami
Sliqe umnandi, Yanga ashambe
yek’ithelo utheze uvele uthole inkence
Ama gama wami ungawasabi
Yi sipho sami ngiyawathanda
Bathi indoda ne Ndola kwamele iz’phandele
Ixoxo ne xoxo umayigxumela
Baloku bak’biza nge ghost bayak’marketha
Kwamele uvule amehlo uhluz’ ingqondo
Impilo ayina spele yaz
Impilo idinga ispaan njalo
Sivuka siphande ingathi imali ayikho e bank
Ku ngathi ikati li lele eziko
Imizamo yam inga shabalala
Njengama zolo ebona ilanga
Hmm, Nginga khathazeki
Noma kunzima
Likhona ithemba

Awu sukoyika sukoyika sukoyika
Awu Tyibilika awu Tyibilika
Awu sukoyika sukoyika
Awu Tyibilika awu Tyibilika
Awu sukoyika sukoyika sukoyika
Awu Tyibilika awu Tyibilika
Awu sukoyika sukoyika
Awu Tyibilika awu Tyibilika
Awuyiqale phantsi
Kumnandi kumnandi
Just wanna party
Kumnandi kumnandi
As’shone phantsi
Kumnandi kumnandi
Sweet nje ngo cansi
Kumnandi kumnandi
Kumnandee

Awu sukoyika sukoyika sukoyika
Awu Tyibilika awu Tyibilika
Awu sukoyika sukoyika
Awu Tyibilika awu Tyibilika
Awu sukoyika sukoyika sukoyika
Awu Tyibilika awu Tyibilika
Awu sukoyika sukoyika
Awu Tyibilika awu Tyibilika
I’m from the east to the North West south
Kutsa Kutsa Kutsa Kutsa
Everybody shona phantsi
Khawu zobloma nam ekasi
Khawu zohlanganisa ikhanda nomnikazi
I’m from the east to the North West south
Kutsa Kutsa Kutsa Kutsa
Everybody shona phantsi
Khawu zobloma nam ekasi
Khawu zohlanganisa ikhanda nomnikazi

    Lyrics Knowledge:

  • Written by: Daniel Chuene, Lutendo Kungoane, Mfundo Mbuli, Neo Makwa, Ntuthuko Phillips, Tendai Shoko, Thandeka Ngema, Themba Damian Keli, Yanga Ntshakaza
  • Album: Kutsa
  • Released: 2023